nathi - inyembezi كلمات الأغنية
[chorus 1]
kant’ ujesu uyandiva xa ndilila?
iinyembezi azosule, othule umnthwalo
xa ndibek’ ithemba lam kuwe, ndithuthuzele

[refrain]
ndiv’ abaninzi besithi “akukho thixo”

[chorus 2]
iinyembezi zosuliwe, iinyembezi zosuliwe

xa ndibek’ ithemba lami kuwe, ndithuthuzele

inyembezi zosuliwe, iinyembezi zosuliwe

[outro]
ndiv’ abaninzi bethetha ngawe
ndiv’ abaninzi benyelisa igama lakho
besith’ akekh’ uthixo
ndibek’ ithemb lam kuwe
xa ndibek’ ithemba lami kuwe, ndithuthuzele
xa ndibek’ ithemba lami kuwe, ndithuthuzele
xa ndibek’ ithemba lami kuwe, ndithuthuzele
xa ndibek’ ithemba lami kuwe, ndithuthuzele
كلمات أغنية عشوائية
- manu piró - 5 a.m. (el peligroso) كلمات الأغنية
- nightro - out the door كلمات الأغنية
- zoan - god in me كلمات الأغنية
- texcel - goofy boi كلمات الأغنية
- reneskunk777mc - utopia كلمات الأغنية
- valdis - piece of you كلمات الأغنية
- hugo viande - out (outro) كلمات الأغنية
- ludesty - air force 1 كلمات الأغنية
- sagrado inferno - pena da morte كلمات الأغنية
- dukla - holubi كلمات الأغنية