kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

msaki - tiram كلمات الأغنية

Loading...

kuthi mandithethe
kudala ndithule
kuthi mandithethe
kudala ndithule

nanku unomeva ezulazula ingqondo yam
nabo onomeva bezalise imiphunga yam

mandiphefumle
tiram
pha!
tiram
pha_pha!
tiram
pha_pha_pha!
tiram
dlamini
constellations spin round my neck
uqala kwa, ukuk’thonga
zange ndoyika
wandinika iingome’ziliqela
zagaleleka ndasikelelwa
nothunjana ingonyama
ufana nawe
ndim’ sjadu , ndithe mandikhe ndizobulela

kuthi mandithethe
kudala ndithule
kuthi mandithethe
kudala ndithule

nanku unomeva ezulazula ingqondo yam
nabo onomeva bezalise imiphunga yam

mandiphefumle
tiram
pha!
tiram
pha_pha!
tiram
pha_pha_pha!
tiram

kuthi mandithethe
kudala ndithule
kuthi mandithеthe
kudala ndithule

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...