
msaki - gibel' inkwenkwezi كلمات أغنية
[verse]
bendimazi unyana wakho
nanku ekhweli phezu kwendlu egibel’ inkwenkezi
bendimazi unyana wakho
nanku ekhweli phezu kwendlu egibel’ inkwenkezi
ndimazi unyana wakho
nanku ekhweli phezu kwendlu ekhangel’ inkwenkezi
ndimazi unyana wakho
nanku ekhweli phezu kwendlu ekhangel’ inkwenkezi
[pre_chorus]
nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi
nkwezi nkwezi nkwezi nkwеzi nkwezi
[bridge]
he magwala ndini (amamaphiko amamaphiko)
nizode nizingеle nini na (amamaphiko nzabonisa into)
he magwala ndini (amamaphiko amamaphiko)
banjani abafana balelali (amamaphiko amamaphiko)
[chorus]
he hayeya (amamaphiko amamaphiko)
he hayeya (amamaphiko nzabonisa into)
he hayeya (amamaphiko amamaphiko)
he hayeya (amamaphiko ntana katixo)
[refrain]
bhabha (ngabe ngikwazi)
bhabha (ukuya esbhakabhakeni)
bhabha (ngabe ngikwazi)
bhabha (ukukuyisa emhlabeni)
bhabha (habe ngikwazi)
bhabha (ukuya esbhakabhakeni)
bhabha (ngabe ngikwazi)
bhabha (ukukuyisa emhlabeni)
كلمات أغنية عشوائية
- nofx - subsitute كلمات أغنية
- chesko music - start over كلمات أغنية
- diego (pl) - nie pisz do mnie (kiedy biorę xanax) كلمات أغنية
- index - кавбой (cowboy) كلمات أغنية
- muraz - həyat كلمات أغنية
- rack (gr) - barcode كلمات أغنية
- mz neon - alpha bitch كلمات أغنية
- zorrttokk - i think i'm okay كلمات أغنية
- everthe8 - next time كلمات أغنية
- payman & paula douglas - irgendwann كلمات أغنية