msaki & sun-el musician - amandla كلمات الأغنية
uz’undikhulule ngob’uyazi andinaw’amandla okunyamezela
uz’undikhulule ngob’uyazi andinaw’amandla okunyamezela
okunyamezela
okunyamezela
okunyamezela
xa uthetha ngothando
uyawazi na umlando walo
xa uthetha ngothando
uyawazi na umlando walo
bath’uthando zizenzo
alohlulwa yimeko yakho
uthando zizenzo
alohlulwa yimeko yakho
wandibukela bendityhola bendiphica bendibiza ngamagama
wandibukela bendityhola bendiphica bendibiza ngamagama
ngamagama
ngamagama
ngamagama
xa uthetha ngothando
uyawazi na umlando walo (ngamagama)
xa uthetha ngothando (bendibiza ngamagama)
uyawazi na umlando walo
bath’uthando zizenzo (uz’undithethelele)
alohlulwa yimeko yakho (uz’undithethelele)
uthando zizenzo
alohlulwa yimeko yakho (uz’undithethelele, uz’undithethelele ngeny’imini)
lele
lele
lele
lele
lele (uz’undixolele, bawo)
lele (bawo)
lele
lele (uz’undithethelele)
uz’undithethelele
uz’undithethelele ngeny’imini
uz’undithethelele
uz’undithethelele
uz’undithethelele ngeny’imini
xa uthetha ngothando
uz’undithethelele
uthando zizenzo
uz’undithethelele ngeny’imini
كلمات أغنية عشوائية
- miindgame - ten thousand bars كلمات الأغنية
- ryan egan - easy to lose كلمات الأغنية
- fog of war - enforcer كلمات الأغنية
- jolie holland - pure imagination كلمات الأغنية
- trabo - inception (2016) كلمات الأغنية
- tim toupet - so ein schöner tag (fliegerlied) - partymix كلمات الأغنية
- omnia-poëtree - fuck her gently كلمات الأغنية
- boss top - no joke (boss top version) كلمات الأغنية
- legs nose robinson - hey missy (parody of hey mickey) كلمات الأغنية
- mfo - peki peki anladık كلمات الأغنية