
mdu aka trp - mvelinqangi كلمات أغنية
[intro: mashudu]
ziya bonakala iimpumo zentshuku moya
ndini tyebisela ngama gama
ndivuka ndino ncumo ngaphakathi kwendudumo
[pre_chorus: mashudu]
whee ngaphazulu
phezulu ngelakho
sibabaza ub’khulu bakho ob’ngapheliyo
whee ngaphazulu
umhlaba ngowakho
sibabaza ub’khulu bakho ob’ngapheliyo
[chorus: mashudu]
whee mvelinqangi
babaz’ ub’khulu bakho
whee mvelinqangi
babaz’ ub’khulu bakho
[refrain: mashudu]
singcwelis’ ingama lakho
(singcwelis’ ingama lakho) singa bakho, lakho
singcwelis’ ingama lakho
singa bakho, lakho
singcwelis’ ingama lakho
(siyaku nxusa mdali)singa bakho
(singa bantu)lakho
singcwelis’ ingama lakho
(siyali ngcwelisa igama lakho) singa bakho, lakho
[interlude: mashudu]
ziya bonakala iimpumo zentshuku moya
ndini tyebisela ngama gama
ndivuka ndino ncumo ngaphakathi kwendudumo
[pre_chorus: mashudu]
whee ngaphazulu
phezulu ngelakho
sibabaza ub’khulu bakho ob’ngapheliyo
whee ngaphazulu
umhlaba ngowakho
sibabaza ub’khulu bakho ob’ngapheliyo
[bridge: mashudu]
singcwelis’ ingama lakho
siyaku nxusa mdali, singa bantu
siyali ngcwelisa igama lakho
[chorus: mashudu]
whee mvelinqangi
babaz’ ub’khulu bakho
whee mvelinqangi
babaz’ ub’khulu bakho
كلمات أغنية عشوائية
- zach palmer - the seconds before كلمات أغنية
- mental - 820 كلمات أغنية
- trebol clan - la rumba (vamo wepa) كلمات أغنية
- zanias - carbon كلمات أغنية
- juliana hale - chill (so serious) كلمات أغنية
- dog fashion disco - war party كلمات أغنية
- jabbagotdajuice - glo كلمات أغنية
- brogan white - former self كلمات أغنية
- th (fra) - am/pm كلمات أغنية
- spawnsnowplug - horney كلمات أغنية