marah louw - nzulu yemfihlakalo (the mystery of god) كلمات الأغنية
nzulu yemfihlakalo
nzulu yesimanga
ezalise umhlaba nesibhakabhaka
lenzulu yesimanga ngoka thixo unyana
oweza ebantwini ngokubasindisa
wabona uluntu lonke luwe esonweni
imiphefumlo yonke ihleli elishweni
wasikwa yimfesane engummangaliso
wathabathela kuye lonke ihlazo labo
kwaba ngummangaliso ukuzalwa kwakhe
waphila wafundisa ngokuncamisayo
waba ngummangaliso umnqamlezo wakhe
wafa woyisa ukufa kwaba sisimanga
hayi obo bunzulu boluthando lwakhe
nalo msebenzi wakhe ongummangaliso
abakholwayo namhla abanakugwetywa
maka dunyiswe nkosi kuse ephakadeni
hayi jum jum hayi jum jum
he jum jum hayi jum jum hayi hayi hayi
helele jum jum iyelele jum jum
helele jum jum heiye
he jum jum he jum jum
abakholwayo loluthando
nalo msebenzi wakho ongenakuqondwa
كلمات أغنية عشوائية
- барбитурный (barbiturny) - 4:19 كلمات الأغنية
- thiên minh (photographer) - cho em / đôi mắt (cover) كلمات الأغنية
- white dior - lovelygod - с ней так хорошо كلمات الأغنية
- glaso sa & cash brown sa - ndovha ndisa kholwi كلمات الأغنية
- melissa etheridge - a burning woman (live from topeka correctional facility) كلمات الأغنية
- rama dee - kuwa na subira كلمات الأغنية
- block 888 - italian trap chronicles كلمات الأغنية
- justin quiles - ya bebí كلمات الأغنية
- adwaith - oren كلمات الأغنية
- ieschure - before the new dawn comes كلمات الأغنية