kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

mandisi dyantyis - molo sisi كلمات أغنية

Loading...

[chorus]
molo sisi, kunjani, uphilile na?
bendiqel’ umzuzu wokuthetha nawe, m’na

molo sisi, kunjani, uphilile na?
bendiqel’ umzuzu wokuthetha nawe, m’na

[break]

[chorus]
molo sisi, kunjani, uphilile na?
bendiqel’ umzuzu wokuthetha nawe, m’na

ndithi, molo sisi, kunjani, uphilile na?
bendiqel’ umzuzu wokuthetha nawe, m’na

[verse 1]
yabona ndikubon’izolo, udlula
ngaphelelwa ngamandla m’na
kuba bendibona umama wabantwana bam’

yabona ndikubon’izolo, udlula
ngaphelelwa ngamandla m’na
kuba bendibona umama wabantwana bam’

[chorus]
ndithi, molo sisi, kunjani, uphilile na?
bendiqel’ umzuzu wokuthetha nawe, m’na
molo sisi, kunjani, uphilile na?
bendiqel’ umzuzu wokuthetha nawe, m’na

[verse 1]
yabona ndikubon’izolo, udlula
ngaphelelwa ngamandla m’na
kuba bendibona umama wabantwana bam’

yabona ndikubon’izolo, udlula
ngaphelelwa ngamandla m’na
kuba bendibona umama wabantwana bam’

ndikubon’izolo, udlula
ngaphelelwa ngamandla m’na
kuba bendibona umama wabantwana bam’

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغنية الشائعة حالياً

Loading...