kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

makhanj & mdu aka trp - yivale mfana كلمات أغنية

Loading...

ha yho iyho
ha yho iyho
ha yho
ha yho yho
ho yho yho yho yho
ho yho yho yho yho
awu yho

ndidikwe yiyo yonke
minitsi iminyaka
ndikhetha isimilo, ndithule
andamkelekanga lana
ndonele
sendonele
n0ba ndingam_th_nda kangakanani
intliziyo iyopha
yoph_kile
ndizozama kude kube nini
awuboni na
ndizame ngakho konke
awumameli man

yivale mfana
yivale mfana
yivale mfana
ndizozama kude kube nini
awuboni na
ndizame ngakho konke
awumameli man
yivale mfana
yivale mfana
yivale mfana
ho yho yho yho yho
ho yho yho yho yho
awu yho
uthanda ungathandi ayinamsebenzi
siphelelwe yincasa sisameleni?
masiqhubeke ngobomi
sendidlulile
n0ba ungandinqanda sana ndidlulile
uthanda ungathandi ayinamsebenzi
siphelelwe yincasa sisameleni?
masiqhubeke ngobomi
sendidlulile
n0ba ungandinqanda sana ndidlulile
uthanda ungathandi ayinamsebenzi
siphelelwe yincasa sisameleni?
masiqhubeke ngobomi
sendidlulile
n0ba ungandinqanda sana ndidlulile
uthanda ungathandi ayinamsebenzi
siphelelwe yincasa sisameleni?
masiqhubeke ngobomi
sendidlulile
n0ba ungandinqanda sana ndidlulile

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغنية الشائعة حالياً

Loading...