kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lusanda spiritual group - mandiluve ufefe كلمات الأغنية

Loading...

ma ndiluv’ ufefe lwakho
o nkosi yam!
ndibe lisindiswa lakho

o nkosi yam!
zonk’ izoono maziphele
inhliziyo ibe ngcwale
yiva, undithethelele
o nkosi yam!

ma ndiluv’ ufefe lwakho
o nkosi yam!
ndibe lisindiswa lakho
o nkosi yam!
zonk’ izoono maziphele
inhliziyo ibe ngcwale
yiva, undithethelele
o nkosi yam!

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...