loyiso - nontsikelelo كلمات الأغنية
ooh
hlala nam’ nzwakazi
n-ba ndiya kuxaka
impilo yam’ ngaphandle kwakho
ayiphelelanga
ndinika wena isandla sam’
sibambe njalo sukoyika
n-ba mandla sewekhona
andiphelelanga
ndiyabuya ndiyabuya
mamela mamela
iphutha lam’
kukushiya wena
bambelela ngothando
ngoba nam’ ngiyakhuthanda
iphutha lam’
kukushiya wena
nontsikelelo ndiyabuya
nontsikelelo ndifuna wena
andilali ebusuku
ndicinga ngawe
nontsikelelo ndiyabuya
there may be times i just can’t get a hold of you
i know you’re thinking
slowly replaying the times we had
n-b’ungahamba, n-b’ungandishiya
intliziyo yam’ ifuna wena
ndiyabuya ndiyabuya
mamela mamela
iphutha lam’
kukushiya wena
nontsikelelo ndiyabuya ( nontsikelelo, nontsikelelo)
nontsikelelo ndifuna wena
andilali ebusuku
ndicinga ngawe
ohhh, ohhh
ohhh, ohhh
nontsikelelo ndiyabuya
nontsikelelo ndiyabuya
andilali ebusuku
ndicinga ngawe
nontsikelelo ndiyabuya
كلمات أغنية عشوائية
- parvaaz - harf كلمات الأغنية
- joaquín sabina - como un dolor de muelas كلمات الأغنية
- raporter - fresco كلمات الأغنية
- metallica - brothers in arms كلمات الأغنية
- ekt gdynia - mary i john كلمات الأغنية
- judie tzuke - nighthawks كلمات الأغنية
- gustavo almeida - la librería كلمات الأغنية
- acm - mr. krabs كلمات الأغنية
- sarah (2) - what i need كلمات الأغنية
- northern kings - fallen on hard times كلمات الأغنية