loyiso - madoda sabelani كلمات الأغنية
[chorus]
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda ngqandani (iyooh!)
yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda sabelani (iyooh!)
abafazi bayalila (iyooh!)
yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
[verse]
ndiyathandaza nkosi uphendule imithandazo yethu, izikhalo uyaziva, abafazi bayslila
mhh…
syathandaza nkosi bedlwengulwa, bebulalwa bekhalela ubomi babo
ngenelela! ngenelela! ngenelela!
[chorus]
hee madoda mamelani (iyooh!)
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda ngqandani (iyooh!)
yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda ngqandani (iyooh!)
yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
thunununu (thunu)
thunununu (thunu)
thunununu (thunu)
yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi (x2)
mhh mmmhh (iyooh)
mhh mmmhh (iyooh)
mhh mmmhh (iyooh)
mhh mmmhh (iyooh)
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda sabelani (iyooh!)
hee madoda ngqandani (iyooh!)
yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
كلمات أغنية عشوائية
- john summit & sub focus - go back كلمات الأغنية
- pm kenobi - dogobah كلمات الأغنية
- непереживай (neperezhivay) - я панк (i'm a punk) كلمات الأغنية
- dessiiik - chrome hearts (remix) كلمات الأغنية
- enemy is us - demon song كلمات الأغنية
- mannus diez - près de toi كلمات الأغنية
- daysvide - q كلمات الأغنية
- alesso - the rhythm of the night كلمات الأغنية
- florentine schlüter - i will eat your god - sped up كلمات الأغنية
- $ten (fr) - roses & champagne كلمات الأغنية