lookatups - buyela كلمات الأغنية
hayi
aai
akekho uzondithanda nje ngawe, weh
n0ba bangandaz’ abandazi
ndiv’ igama lakho phaphandle, eh
n0ba bangandaz’ abandazi
buyela, aw buyela
aw buyela k_m buyela
aw buyela, aw buyela
aw buyela, aw buyela
buyela, aw buyela
aw buyela k_m buyela
aw buyela, aw buyela
aw buyela, aw buyela
buyela, aw buyela
aw buyela k_m buyela
aw buyela, aw buyela
aw buyela, aw buyela
weh uweh ubuhle bakho
weh uweh akekh’ ofana nawe
weh uweh ubuhle bakho
weh uweh akеkh’ ofana nawe
heh kudala nd’cingana nawe imihla nеzolo
andazi n0bu bonile ndik’phone_ele izolo
ohh ndibethwa n_z_ nk_mbulo
cela xa u ready uzutsho (yololo)
ngaba kanti ufumen’ indoda (yololo)
andizoy’mela lonto mna (yololo)
ndino mona ndino mona ngawe (ndino mona ngawe)
oo malume babona iinkomo ez’ngaphi
andifun’ noxoka wena umhl’ indalo
xandicinga ngawe ndibethwa luvalo (mhhh)
usi stixo sam khavul’ amasango (iyoo yo yo)
masambe siye tsholomnqa
sceli ntsikelelo pha koo krila napha koo tolo (yololo)
sambe siye mdantsane khe siyobona oolova
funu kwenz’ umfazi can you be my baby mama
كلمات أغنية عشوائية
- morbid angel - damnation كلمات الأغنية
- morbid angel - dawn of the angry كلمات الأغنية
- morbid angel - day of suffering كلمات الأغنية
- morbid angel - dominate كلمات الأغنية
- morbid angel - eyes to see ears to hear كلمات الأغنية
- morbid angel - fall from grace كلمات الأغنية
- morbid angel - god of emptiness كلمات الأغنية
- morbid angel - hatework كلمات الأغنية
- morbid angel - hellspawn the rebirth كلمات الأغنية
- morbid angel - immortal rites كلمات الأغنية