lolo_vandal - ingoma yam كلمات أغنية
intro
ngoma yam x7
[hook]
uuuuuuuyayiv’imnandi ingoma yam | wonk’umntu olapha ujaive-ela lengoma yam |ha ha ha nawe kanti uthand’ingoma yam? |heee lengoma yam yona ngumthandazo wam | mandithethe nengoma yam,ingoma yam lengoma yam | hee amajit’aplita ngawe ngoma yam | uzandiphathel’imali nam ndibelipita ngoma yam | kuwe nzawba ngumzali nzak’khulisa uthandwe ngoma yam
[1st verse – lolovandal]
ithemba lam lonke lik’lengoma yam / ba inothandwa yi south afrika ndingatsho ndihluthe nam / ngoma yam ngoma yam ndicel’uthandwe ngoma yam / dj khawdlale ingoma yam abantu bengekalali / le izawbothusa le yila type izawbavusa , n0ba ne credit limit izaynyusa / ngoba le ingoma yile izawjampa n0ba sowuybile / e club-in
uyjaivela ubile ecaweni lena yi bible(ile) / amajita iwancedile kundwebe nalana ebenyabile /ngku ndandiqamba lengoma ,ndaqala ndaqonda izandityisa lengoma / imali ilapha kulengoma ubomi nothando kwalapha kulengoma /abanye babuza ngubani lo ulapha kule ngoma / haaaaah lolo vandal igqirha lengoma / bonke ababulalekayo bangatyhafi lengoma lithemba /wena uzuxole ulolo uphila ngethemba / ( mamel’ingo.. mamel mame mameli mamel’ingoma yam)
[hook]
uuuuuuuyayiv’imnandi ingoma yam | wonk’umntu olapha ujaive-ela lengoma yam |ha ha ha nawe kanti uthand’ingoma yam? |heee lengoma yam yona ngumthandazo wam | mandithethe nengoma yam,ingoma yam lengoma yam | hee amajit’aplita ngawe ngoma yam | uzandiphathel’imali nam ndibelipita ngoma yam | kuwe nzawba ngumzali nzak’khulisa uthandwe ngoma yam
[verse 2- lolo vandal]
lonto izandisebenzel’ingoma yam,izdala zam zonke zithand’ingoma yam,omrapper bafuna u remix’ingoma yam,amajita xa enga winner-nga alala nale ngoma yam /kule festive nzakonwaba ngalengoma yam,xa ndingena line nzawxhoma ngengoma yam /wonke umntu endimbonayo nzamculel’ingoma yam,xa sibona amacherry namajita sidlal’ingoma yam / anc-me xa siwaplita avume ,gqiba siwakhuphelele lengoma sifun’idume / wena ngoma yam ndyakthembisa andizokyeka ,amarasta a-bless-a ingoma yam /omama no tata bokuhlala nabo bajaive-ela ingoma yam /iphambene lengoma yam? uphambene nengoma yam /sing-ycula sonke kodwa siyazi ba yingoma yam /ukgatetsi ha ho namathata dlal’ingoma yam / -sseblief toeeeeeeeeee
[hook]
uuuuuuuyayiv’imnandi ingoma yam | wonk’umntu olapha ujaive-ela lengoma yam |ha ha ha nawe kanti uthand’ingoma yam? |heee lengoma yam yona ngumthandazo wam | mandithethe nengoma yam,ingoma yam lengoma yam | hee amajit’aplita ngawe ngoma yam | uzandiphathel’imali nam ndibelipita ngoma yam | kuwe nzawba ngumzali nzak’khulisa uthandwe ngoma yam
[pause]
ngoma yam x7
[hook]
uuuuuuuyayiv’imnandi ingoma yam | wonk’umntu olapha ujaive-ela lengoma yam |ha ha ha nawe kanti uthand’ingoma yam |heee lengoma yam yona ngumthandazo wam | mandithethe nengoma yam,ingoma yam lengoma yam | hee amajit’aplita ngawe ngoma yam | uzandiphathel’imali nam ndibelipita ngoma yam | kuwe nzawba ngumzali nzak’khulisa uthandwe ngoma yam
[outro]
ngoma yam x6
كلمات أغنية عشوائية
- bernard fanning - weekend of mystery كلمات أغنية
- de/vision - want to believe كلمات أغنية
- natvalantino - xansforlife كلمات أغنية
- karina pasian - torn heart كلمات أغنية
- darker my love - dear author كلمات أغنية
- hopsin - don't act like you know me كلمات أغنية
- j. karjalainen & mustat lasit - en jaksa enää isä كلمات أغنية
- eliza - golden child كلمات أغنية
- codeine gang - lil swallow - миллион كلمات أغنية
- revel mc's - isso não é um acústico كلمات أغنية