lloyiso - nontsikelelo كلمات الأغنية
ooh
hlala nami nzwakazi
n0ba ndiya kuxaka
impilo yami ngaphandle kwakho
ayiphelelanga
ndinika wena isandla sami
sibambe njalo sukoyika
n0ba mandla sewekhona
andiphelelanga
ndiyabuya ndiyabuya
mamela mamela
iphutha lami
kukushiya wena
bambelela ngothando
ngoba nami ngiyakuthanda
iphutha lami
kukushiya wena
nontsikelelo ndiyabuya
nontsikelelo ndifuna wena
andilali ebusuku
ndicinga ngawe
nontsikelelo ndiyabuya
there may be times i just can’t get a hold of you
i know you are thinking
slowly replaying the times that we had
n0b’ungahamba, n0b’ungandishiya
intliziyo yami ifuna wena
ndiyabuya ndiyabuya
mamela mamela
iphutha lami
kukushiya wena
bambelela ngothando
ngoba nami ngiyakuthanda
iphutha lami
kukushiya wena
nontsikelelo ndiyabuya (nontsikelelo, nontsikelelo)
nontsikelelo ndifuna wena
andilali ebusuku
ndicinga ngawe
nontsikelelo ndiyabuya
ohhh, ohhh
ohhh, ohhh
nontsikelelo ndiyabuya
nontsikelelo ndiyabuya
andilali ebusuku
ndicinga ngawe
nontsikelelo ndiyabuya
كلمات أغنية عشوائية
- 1 beat off - recap كلمات الأغنية
- 1 beat off - the slow song كلمات الأغنية
- 1 giant leap - all alone (on eilean shona) كلمات الأغنية
- 1 giant leap - braided hair كلمات الأغنية
- 1 giant leap - my culture كلمات الأغنية
- 1 giant leap - the way you deam كلمات الأغنية
- 1 last hope - another guy كلمات الأغنية
- 1 last hope - ghost كلمات الأغنية
- 1 last hope - im high كلمات الأغنية
- 1 last hope - im one of a kind كلمات الأغنية