kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

leecore - ingelosi كلمات الأغنية

Loading...

uyi ngelosi
yasemazulwini
k’dala ndizula
ndifuna onjegawe
ndehla ndisenyuka
nguwe wedwa
akekho onjengawe
intliziyo yam ifuna wena
wena wedwa
abanye ibavalela ngaphandle
u_y_i ngelosi yami
u_y_i ngelosi yami
u_y_i ngelosi yami
u_y_i ngelosi yami

ndicela kuthixo
andibusise, ak’buyisele empilweni yam
ngoba ngaphandle kwakho
ndyahluleka
darl(i) nd’yakucela
cela ubuyele ekhaya
uzovusa umzi ka mama
ngoba ndiyaphela
ndiyahluleka
sthandwa ndiyakucela
cela ubuyele ekhaya

u_y_i ngelosi yami
u_y_i ngеlosi yami
u_y_i ngelosi yami
u_y_i ngelosi yami

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...