kelvin momo - ixesha كلمات أغنية
ngaguqa ngaphantsi kwabaphantshi
ng’cedeni, ningang’libalini
k’dala ngibuza, ndifuna ukusabelwa
ngiguqa kude, kudala ndipeka
yimini nemini, nam’ andi leq’ ixesha
k’dala ngibuza, ngifuna ukusabelwa
ngiguqa kude, kudala ndipeka
yimini nemini, nam’ andi leq’ ixesha
oh
k’dala ngibuza, ngifuna ukusabelwa
ngisuka kude, kudala ndipeka
yimini nemini, nam’ andi leq’ ixesha
oh
ngaguqa ngaphantsi kwabaphantshi
ng’cedeni, ningang’libalini (ng’cedeni, ningang’libalini)
k’dala ngibuza, ndifuna ukusabelwa (ndifuna ukusabelwa)
ngiguqa kude, kudala ndipeka (ngiguqa kude, kudala ndipeka)
yimini nemini, nam’ andi leq’ ixesha (yimini nemini, nam’ andi leq’ ixesha)
k’dala ngibuza, ndifuna ukusabelwa (k’dala ngibuza, ndifuna ukusabelwa)
ngisuka kude, kudala ndipeka (ngiguqa kude, kudala ndipeka)

(ixesha, ixesha)
(nah, nah)

(ixesha) oh
nana thula, sula ezonyembezi (sula ezonyembezi)
(nana thula, thula)

(sula ezonyembezi)

(ixesha)

(sula)
كلمات أغنية عشوائية
- adamo - plus loin كلمات أغنية
- bi rain - friends كلمات أغنية
- figli di madre ignota - milano manaus كلمات أغنية
- tweet - hypnotic كلمات أغنية
- aegis - halik كلمات أغنية
- yuko nakazawa - anak كلمات أغنية
- sergio endrigo - a rosa كلمات أغنية
- maxim nucci - le coeur, le corps كلمات أغنية
- zagar - wings of love كلمات أغنية
- skymning - suicidal dominion كلمات أغنية