kanyi mavi - #freestylefridays (15-05-2020) كلمات الأغنية
ndipheth’ ibhotile umatshisi ilaphu neparafin
bathi ndingaqhwithi
lamaphixi phixi manzinzi ahoye ubu_celebrity
bayaz’thola bagcwele ngam ixesha lam ungal’chithi
ndiza nesaqhwithi kwesis’qithi
vel’ undamkele ngemithi undenzele i_tea ufake i_beat
ndizaw’thi gqhi nakwe yakho ingingqi ndiqabele isingqi ndisithi
chiphi_chiphi iground imanzi tixi nditic’ incindi eninzi gqhith’
n0ba bazama uvala umyalezo angagqhithi
ziyavuleka iindlela njengomoses ephethe umsimbithi
bazindlebe zam, ndiva ngabo ngoku, kukhal’ okanyi yithi
bathe phithi, mandiyibeke icace andiyithintithi
yithani gu tu, ngoba ndinanto yam jikelele ngqu
s’gcwele qhu egugs
qal’ uchuku bhuti uzaw’thi shu
ngcono ufak’ is’gubhu kugqhampe intloko namabele bhu
ungathi nqa ndiqabel’ isinqi ndithi nca
uchanwa ngamachaphaz’ anochatha wencasa xanditica
كلمات أغنية عشوائية
- roosevelt sykes - ice cream freezer كلمات الأغنية
- roosevelt sykes - it hurts so good كلمات الأغنية
- roosevelt sykes - buggy ride كلمات الأغنية
- roosevelt sykes - dirty mother for you كلمات الأغنية
- paz martinez - amor pirata كلمات الأغنية
- roosevelt sykes - e.z. cherry كلمات الأغنية
- roosevelt sykes - put up or shut up كلمات الأغنية
- roosevelt sykes - cootchy, cootchy, yes ma'am كلمات الأغنية
- roosevelt sykes - peace in egypt كلمات الأغنية
- delgados - if this is a plan كلمات الأغنية