juverza - idyan كلمات الأغنية
tsek
khaniyeke ezintwana
ingathi azna nyan
fikil’ idyan
fikil’ idyan
indoda ayixoki
ikade inga xhomi
fikil’ idyan
fikil’ idyan
khan’vulen umnyango
nisolo nicima lontsango
indoda ndiybona ngoyaz
ichina ndilbona ngovalo
izinja zikhonkotha phandle(woof‼️)
isphoso sohlanjwa ebuhlanti
izinja sihleli on gard
idyan zi busy nespan
hela kwedini sundi phazamisa
athi lamadoda ayaphakamisa
umfo ne ndoda yintlanganiso
andfuni nentetho ezoxabanisa
minding my business
i got the shares
and i’m never selling my part for theirs
cel ungandi phathi nondiphatha please
ngoba ledyan iyondzakalisa
khanithetheni
phithiphithi seninxil’e sandton
tshini lentwana
ayilali endlin
fika seyi khumsha “i’m in it to win”
khanithetheni
phithiphithi seni phume etvini
(ewe uyayazi)
i wonder bektheni
ngoba ezintwana zithandu phum’
ezindabeni
tsek
khaniyeke ezintwana
ingathi azna nyan
fikil’ idyan
fikil’ idyan
indoda ayixoki
ikade inga xhomi
fikil’ idyan
fikil’ idyan
كلمات أغنية عشوائية
- txm3rr - paypal كلمات الأغنية
- moraes moreira - meninas e minas gerais كلمات الأغنية
- ar'ist - i love you كلمات الأغنية
- zareuz - minute كلمات الأغنية
- acacia - codex gigas كلمات الأغنية
- sarchasm - mt. rainier كلمات الأغنية
- paul rodgers - my brother jake كلمات الأغنية
- could ever - sadboys كلمات الأغنية
- lu lu chui - dancing! abc! كلمات الأغنية
- mananero - gimmick season كلمات الأغنية