joyous celebration - thula wazi كلمات الأغنية
ungekabunjwa ndandikwazi
ndazi inani lenwele zakho
akukho lizwi elwimini lakho endingalaziyo
ndingu thixo
n0b′ izilingo zifik’ endleleni
n0b′ ubomi bukudlikidla
ungakhali, ungesabi
ngoba ndimi nawe hey ndihamba nawe
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndiingu thixo
val’ umlomo undithembe
nik’ idolo ukutya kwalo
bambelela apha k_m soze ndikulahle ndikuyekele
n0b′ izihlobo zikushiya n0b′ izihlobo zihlekisa ngawe
don’t you worry ungesabi ngoba ndimi nawe hey ndihamba nawe
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndiingu thixo
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo (khaw′ndithembe)
(khaw’ndi kholwe) thula wazi ndingu thixo (khaw′ndi thande)
thula wazi ndingu thixo
endleleni yonke ndihamba nawe, ndihlezi nawe, ndimi nawe
thula, thula wazi ndingu thixo
(endleleni) endleleni yonke ndihamba nawe, ndihlezi nawe, ndimi nawe
thula, thula wazi ndingu thixo
ndithi endleleni ndihamba nawe, ndihlezi nawe, ndimi nawe
thula, thula wazi ndi
thula wazi (khaw’thule) ndingu thixo
(khaw′ndi kholwe),thula wazi ndingu thixo (khaw’ndi thande)
(ngingo wakho),thula wazi (ndiyakuthanda) ndingu thixo
(ubizwa ndimi) thula wazi ndingu thixo
(hhey ndiyakuthemba) thula wazi (nge gzai elinqabileyo) ndingu thixo
(ndahlanjwa) thula wazi (ndifel’ izono zami) ndingu thixo
(ungowami) thula wazi (uthandwa ndimi) ndingu thixo (aybo)
thula wazi ndingu thixo
(thula) thula wazi (thula, thula) ndingu thixo (thula)
(aybo, aybo!) thula wazi ndingu thixo aybo (khaw′ndi′khonzele)
thula wazi (khaw’ndi′thembe) ndingu thixo (khaw’ndi′thembe)
thula wazi (thula) ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
(ndiyakuthanda!) thula wazi ndingu thixo (ndiyakuthanda)
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
(sul’ ezonyembezi) thula wazi ndingu thixo (sul′ ezonyembezi)
(n0ba bethini ngawe!) thula wazi (ndikhona) ndingu thixo
thula wazi (ndiyakuthanda) ndingu thixo
(ndiyakuthanda!) thula wazi (ndiyakuthanda!) ndingu thixo
(ndiyakuthanda!) thula wazi (ndiyakuthanda!) ndingu thixo
(ndiyakuthanda!) thula wazi (ndiyakuthanda!) ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
thula wazi ndingu thixo
كلمات أغنية عشوائية
- maldy - sandunguera كلمات الأغنية
- the child - mutual كلمات الأغنية
- gabriel (dojang) - proud of me كلمات الأغنية
- 1oneam - no time كلمات الأغنية
- bleak - the inking of a memory كلمات الأغنية
- sweet lizzy project - dreaming of a revolution كلمات الأغنية
- tierra whack - ms behave كلمات الأغنية
- the lost words: spell songs - silver birch كلمات الأغنية
- lusa & po music - macho-man كلمات الأغنية
- 105 mile - улицы все без улыбок (ulicy vse bez ulybok) كلمات الأغنية