jordee lxndon - wey zase kasi كلمات الأغنية
ekasi bayakhala ba ujordee u cuff.i icoloured
yellow njenge mustard, custard jordee uyi b_st_rd
nakanjani, shap fede kuhamban
uthi jordee jordee jordee ndcela undise elxndon
shawty saw my abs and she callin me ispartan
hot njengo sathan, g.o.a.t engena takane
k_m ningoo mancane, kancane asihambi noo mayangane
its my time to shine yah uvukile umalambane
n_ggas tryna beef i’m like huzzet xa bekutheni
ekasi kugcwel’izkydo igoni ihlala empokothweni
my n_gga uzolimala icebo suka emabhozeni
apha iikaka zitshaya itik gqiba zilalele ekoneni
umjita waye grand ngok uphath ivolovolo
wahlala namaphamzo then amfundis’ inombolo
bamfundis’ ipilisi then bamjijisa nedolo
xuth’izpaj neemfonomfono then wayeka nesoskolo
umjita sikhula sonke ngoku ukhuphela mna imela
ndamdepha ndazi defend.a hee le chap iyadelala
ndivee ngee siren ndabona van bayamkhangela
abahlali bapheth’ ipeki nabo befun’ ulelisela
abahlali bambamba kqala bamgalel’ipraffin
phof baqale ngomxabela then bamqubhis’egazini
waqhum’ emsini n_gga uydala bani imob justice
wayengumjita ogrand qha wabulawa yi pilisi
but ziwey zalapha ekasi if uyazi then uyayazi
كلمات أغنية عشوائية
- qm (korean) - mic swg 4 episode 1 كلمات الأغنية
- la race canine - quand même كلمات الأغنية
- roddy ricch - blue streak كلمات الأغنية
- the mountain goats - eugene sue كلمات الأغنية
- judge jackson - hangin' on كلمات الأغنية
- tay b x baby money - easy facts كلمات الأغنية
- the muppets - i'll get you what you want (cockatoo in malibu) كلمات الأغنية
- justice for the damned - lilac كلمات الأغنية
- darlingside - knights of cydonia كلمات الأغنية
- katy perry - teenage dream (vandalism v8 vocal remix) كلمات الأغنية