
jeisie bassie - yinton'ingathi كلمات أغنية

yinton’ingathi lyrics
by
jeisie bassie
wowu!! tatlari teri tahaa!! zetly letly lahaa!! zatly letly taahaa!!
tshilo kuwe ndathi nguwe wendwa
mina ndak’ndinga hlaluhleli nam ahaham
ezitsukwini zobomi bam aam mina ndak’fila
hlalu hleli nam oho um zatly lapap teku da ah ooaa
zitly little laa haa hehuhaa…!!
yinton’ingathi (x 5)
hlalu cinga, ebomini bakho and’funi ebebuhlungu hey!
yinton’ingathi (x 3)
thina soze sibheke phambili
ebomini bakho andifun’uthandabuzee
nditshilo kuwe ndathi nguwe we endwa
ebomini bam wenu usis’thandwa sam ahaam
thina sobabini soze siyekane mina ndak’lover
kaloku nguwe wendwaa
yinton’ingathi {x 4}
awuqhinisekanga ngothando lwethu sobabiini
ahaaa!! aahaaa!! love you girl i will always love you
and andisoze ndatsh_tsha and andisoze ndayeka
ndakuhlala kuwe wendwa sithandwa sam haham
yinton’ingathi { x 3}
ucimba ndakushiya mina ndak’thanda
kaloku nguwe we endwa
yinton’ingathi { x 3}
awuqinisekanga ngo thando lwethu sithandwa sam ahaham!!
{talk}
yazi uthand’umntu eish!!
uthand’umntu ngenye into yinto enamndla yinto endzulu
uthando ukubone uthande umntu ungayazi ba ungamxelela njani
uxakwe ngamazwi ba ungatsho njani ba uyamthanda
ngoba ingathi akayiboni lento wena unomnqweno ingas’ke
ayibone maani bone like eish uthando kodwa ke uzibone ba uyamthanda
lomntu ingas’kuthi kuye ufuna ufunu ukuthi mandithi mani ufunu
ukuthi eish uthi uthi tsalypap tekutaka ah ooeetsily little laa ahaa eh haa!!
eish kanjani uphinde umve lomntu ba ha a mani uyazama ukufikelela
entliziyweni yakhe but ah akade akuve ingas’ke umcacisele ngenye indlela
ezawuthi ingene kuye entliziyweni acaciseleke
uphinde uthi uthi uxolo sister maani cela umamele
thaaatooataa ii eey ahhaahaa ahaah haahaahoo…
ndiyak’thanda wena usisithandwa saam aam!!
ndiya’feela sithandwa saaam { x5 }
ingom’omtshato
كلمات أغنية عشوائية
- styx - babe [return to paradise] كلمات أغنية
- rosanne cash - this has happened before كلمات أغنية
- motel rosa - juego sucio كلمات أغنية
- la septima banda - no se va a poder كلمات أغنية
- captainwrecktile - waow كلمات أغنية
- marcelo rocha - se bebe ou se reza كلمات أغنية
- dragon kings - be gone كلمات أغنية
- anaquim - ele há gente para tudo كلمات أغنية
- faith zapata - an ode to loneliness كلمات أغنية
- gita youbi - playboy كلمات أغنية