ikhona - imijelo كلمات الأغنية
intro
imi… imi… imijelo
imi… imi… imijelo
verse 1
ndithe ndihamba
ndadibana nalomlamb’ozolileyo
usitshw’ingoma, ithetha nam
usingisele apho ndifun’ ukuya khona (ayi)
bridge uhlalele nton
ulinde ntoni
uhlalele ntoni-hi
ulinde ntoni
ulinde nton-who-ho
chorus
ndithi nantsi lemijelo-wo-ho
ayimanga lemijelo-wo-ho
yoni’pheth’amathamsanqa-aw-wa
futhi n-z- neentsikelelo
2nd verse
ndami’xesha
ndamamelisisa uthi jonga ubuhle bemijelo-wo
ibhekise k-m
ithetha nam
ith’ uhlalele ntoni-hii
ulinde ntoni
bridge
uhlalele nton
ulinde ntoni
uhlalele ntoni-hii
ulinde nton ulinde nton-who-ho
chorus
ndithi nantsi lemijelo-wo-ho
ayimanga lemijelo-wo-ho
yoni’pheth’amathamsanqa-aw-wa
futhi n-z- neentsikelelo
ndifun’uba pha-ow-wo
ndifun’uba phaya-ow-wo
ndifun’uba pha-ow-wo ndifun’uba phaya go back to chorus
chorus
ndithi nantsi lemijelo-wo-ho
ayimanga lemijelo-wo-ho
yoni’pheth’amathamsanqa-aw-wa
futhi n-z- neentsikelelo
كلمات أغنية عشوائية
- niarn - som om... كلمات الأغنية
- pignoise - mundo muerto كلمات الأغنية
- kristin andreassen - your ex-life calling كلمات الأغنية
- ensign - never go home again كلمات الأغنية
- maaya sakamoto - ユーランゴブレット كلمات الأغنية
- dreweybear - horizon كلمات الأغنية
- flaminio maphia - il rovescio della medaglia كلمات الأغنية
- fitzgerald patrik - tonight كلمات الأغنية
- the last poets - the pill كلمات الأغنية
- blue café - ladies كلمات الأغنية