
hoodie696 - smile كلمات أغنية
beautiful b_tterfly flying everyday
beautiful b_tterfly flying everyday
bhabha bhabha bhabhathane
wena umuhle
umuhle njenge ntyantyambo
bhabha bhabha bhabhathane
wena umuhle
umuhle njenge ntyantyambo
beautiful b_tterfly flying everyday
beautiful b_tterfly flying everyday
bhabha bhabha bhabhathane
wena umuhle
umuhle njenge ntyantyambo
ndithindiyangena i haters ziyandibiza
lomntana uyatshisa
uthixo uyandibiza
uthilomntana uyandifila
qha yena uyazifihla
khamewume mfe ndiyohlamba lembiza
umamakho pha uyakubiza
utata utshaya isiza
hambanawe uyotshaya urilza
i got more plans
got more trends
fikelomntana sefuana sijole i 4 years
uthi akhoxesha
ufuna ne whatsapp tens
i’m gonna twist i quit
play idiski
now i’m focusing kwi disney
akhonto endinoyenza
ngaphandleni kobukela cristi
i got no hair
fika phaphandle ndijingisa inteshe
fike lomntana umbali sendibuza
how is your day
ufuna i attention
fikike sefanise nexhwele
go away andidlali nabantwana
abangama geza
uh
i’m back as scooby no i will be the scooby
i’ve been doing these funny jokes
to these hoes
do you know the funniest thing
came from the money
do u know that’s nuts
i’m richest young junk
كلمات أغنية عشوائية
- pnb rock - yung n free كلمات أغنية
- violent j - jackin' foe beats كلمات أغنية
- pakalena - зомби (zombie) كلمات أغنية
- ghostpoet - (we're) dominoes كلمات أغنية
- alunageorge - attracting flies (shift k3y remix) كلمات أغنية
- xaiwolf - holly كلمات أغنية
- carla morrison - todo pasa كلمات أغنية
- lil cata - like skrt كلمات أغنية
- mkto - hands off my heart (mysto & pizzi remix) كلمات أغنية
- thirstin howl iii - e-dubb's mixtape كلمات أغنية