kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

hoodie - igqala lyrics

Loading...

hleli nama gqala
asiwafuni amagwala
sjimbo sam esi sitya ne nyama
always ndicela u oledy andihlambele impahla
lomntana ndinaye yayazi uthandana ne gqala

ukhula kwam ndandili gwala
zonke ezi zazindoyisa ngk ndazikhaba
ngk ndandimncinci i was used to call nonjana
kodwa ngk ndili gqala
naba bebe ngandifuna ngk bayakhala
gqo xandigqitha i braz zithi jonga lwantwana
ngk ndandisenza u grd 7 u aqux wayefuna ufana nm
kuba ndandiphatha u bhaka ka nike
ndandimxelela focus kwi phupho lakho
mn nzosweleka uzoshiyeka nabani
nabanye babendigezela kuba ndimnyama
jonga ngk ndakhanya ndakhe ndajola nenyiwei ekuthwa ngu kwakhanya
naye wayethi am glad ndi jola be gqala
i just smiled & i look her in the face
& she put her hand on my chest
&she says y are the bеst
nothin am gonna do i just kiss her in the neck
xasizo havеr undinika i mbeko
bhut’legend ndifuze wea
ndicula i xhosa trap kuba ndiyi bone kwingwenye
i just believe ukuthi nzophumelela
ndiphuma kwikhaya eligena sigezo
ndababona naba bacinga bayahleba
igqala ndim soze nindenzento
akho need ndifake iyeza aslong ndigadwe zizihlwele
ndikwayiyo ne basketball player
nase gym ndaziwa ngo defender
bathi ndili gqala bandibiza ngo libron james
akho stress ndihamba ngenyawo nc_ntswa nanga meva
i wont quit on this kuba funu kwenzi mbali when am done nzohlala kwi suburbs

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...