kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

holy alpha - holy alpha lyrics

Loading...

[chorus]
asidlali imidlalo la
xa kungena thina, jonga all eyes on us
holy alpha, you’re the way, the answer
they should know ubathatha ubabeke e’altar
usisiqalo ne siphelo
n0ba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
isisiqalo ne siphelo
n0ba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
yeah yeah yeah

[verse 1]
ingenile ik_mkanikazi, ingele_ngele ndikhulele apha ekasi
ndikhule ndisophora ngotyuthu gqiba ndithobe ngo mongimali
they call me mama ghost
ndivula iminyango when they close
ndibusy kakhulu andibambi phone
abanye bathi ndizenza ngcono ngoku (hihihihihi)
ndonqena nokwenza abahlobo
ndikhule kuthwa ubothemba isithunzi sakho
ichomi asoze zikuse ndawo
zikwenzela iplan ungenzanga nento
yimedi etheni erapper isixhosa sodwa
xa ndidroppileyo niya posta andizukuflopa
ubuntu ebantwini abusikho kodwa
[chorus]
asidlali imidlalo la
xa kungena thina, jonga all eyes on us
holy alpha, you’re the way, the answer
they should know ubathatha ubabeke e’altar
usisiqalo ne siphelo
n0ba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
isisiqalo ne siphelo
n0ba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
yeah yeah yeah

[verse 2]
(hihiii, hihiii)
yiyizelani lewei lubizo futhi imvumi azifani
amanye amajita aphanjaniswa yi clout
bendisaziwa kwa before ndizalwe
uboqala pha ebhayibhileyo
qala k_matewu uqhine ekugqibeleni
ilaity ndizinika ithemba ekuhlaleni, yeah yeah

[chorus]
asidlali imidlalo la
xa kungena thina, jonga all eyes on us
holy alpha, you’re the way, the answer
they should know ubathatha ubabeke e’altar
usisiqalo ne siphelo
n0ba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
isisiqalo ne siphelo
n0ba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
yeah yeah yeah

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...