heavy-k - yini كلمات الأغنية
ntombazana qoqosh’ ismilo sakho
iqale nini le uyenzayo k_m?
hayi ayi lunganga (ayi lunganga)
yin’ ingathi awundazi
yin’ ingathi awundiboni
yini ingathi unentloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzeka ntoni
yin’ ingathi awundazi
yin’ ingathi awundiboni
yini ingathi unentloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzeka ntoni
kutheni undijikele
ubundi thanda izolo nje
kutheni ungasandi thandi
ubundi bamba izolo nje
yin’ ingathi awundazi
yin’ ingathi awundiboni
yini ingathi unentloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzeka ntoni
yin’ ingathi awundazi
yin’ ingathi awundiboni
yini ingathi unentloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzeka ntoni
awusandazi pamb’kwabantu
awusandiboni pamb’kwabantu
yindlela ondiphethe ng_yo le
awusandazi pamb’kwabantu
awusandiboni pamb’kwabantu
yindlela ondiphethe ng_yo le
yin’ ingathi awundazi
yin’ ingathi awundiboni
yini ingathi unentloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzeka ntoni
yin’ ingathi awundazi
yin’ ingathi awundiboni
yini ingathi unеntloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzеka ntoni
yey kwenzeka ntoni
yey kwenzeka ntoni
ingathi unentloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzeka ntoni
yey kwenzeka ntoni
yey kwenzeka ntoni
ingathi unentloni
xa ndingena awundiboni
yey kwenzeka ntoni
كلمات أغنية عشوائية
- pulley - no defense كلمات الأغنية
- pulley - noddin' off كلمات الأغنية
- pulley - nothing to lose كلمات الأغنية
- pulley - outside opinion كلمات الأغنية
- pulley - over it كلمات الأغنية
- pulley - padded cell 4 walls pt.2 كلمات الأغنية
- pulley - reality كلمات الأغنية
- pulley - pie كلمات الأغنية
- pulley - runaway كلمات الأغنية
- pulley - same sick feeling كلمات الأغنية