kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

gloria bosman - ntjilo ntjilo كلمات الأغنية

Loading...

ntjilo ntjilo lyrics
[verse]
ndavi ilizwi kwelatyholo
ndakhangela ndasondela
lalisitsho lisithi thili thili thili
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo

ndavi ilizwi kwelotyholo
ndakhangela ndasondela
lalisitsho lisithi ilizwe lifile
ntyilo ntyilo yamnandi lontsholo

wayembethe iingubo ezimhlophe
wayembethe neengubo ezibomvu
lalisitsho lisithi ilizwe lifile
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo

lalisitsho lisithi thili thili
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo

wayembethe iingubo ezimhlophe
wayembethe neengubo ezibomvu
lalisitsho lisithi ilizwe lifile
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...