kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

gaba cannal - imini yonke كلمات الأغنية

Loading...

uyabona namhlanje baby
ma sfika endlini
ufun’ svule amanzi ebhavini
indijonge ndikujonge sjongane
ndiyakuxelela sthandwa sam
akekho omunye
ondenza ndizifile ngalendlela ongenza ndifile ngakhona ye
he bangasho bathi
ngiyakukhohlisa (khohlisa)
kodwa mna nawe siyayazi
ayisi ngamathe nolimi yhea
baby ndik’bize honey
sweety ndik’bize
yo mandiphinde ndik’bize
baby honey yo sweety
baby ndik’bize honey sweety
yo mandiphinde ndik’bize
baby honey yo sweety
baby ndik’bize honey sweety
yo mandiphinde ndik’bize (uyabona namhlanje)
(nantsuku zonke sana)
(ngifun’ ube la eduze nam imini yonkе)

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...