fekema - ithuba كلمات الأغنية
(chorus)
umhlawmb ukuba
nding_n_l ithuba kungacac ukuba
kulamahla ndenyuka ,yibanam yhini bawo kungacac ukuba ndino thando bkubawo
bendihamba ndedwa nd’nyuki ntaba bendihlek abantu
bendihamba ndedwa nd’nyuki ntaba bendihleba
ndinga thand ukuba
kulamahla ndenyuka ubenothando kubawo
ubenothando kubawo
(verse)
kulamahla ndenyuka
ndithandaz uzubenam yini bawo
umhlawmbi kungacac ukuba ubomi
bebungekho lula (lula) isimo sibcayi ndibafikel eksen ehleni yoni mali izondosul inyembez izono zami zise mehlweni
ndisindakala njalo ngulomthwal emagxeni ekbeni ndivukela ngomkhululeko njalo eksen
okomhlongo ndocqmbalala njalo ek’feni
ithongo lifuni khalamayn ebswen
imali yoni funu boni bam ekhlen andinak uphathu tshabalal eb’khwen sanbonani molwen avhuxeni ndinomthwalo iingxak azpheli ndityubila kwebunz ebsweni (ebsweni) esemihla siphele eksen (esken) esemihla siphele kseni (ekseni)bhexeshisa iskhath asmeli esemihla siphele kseni
(chorus)
umhlawmb ukuba
ding_n_l ithuba kungacac ukuba
kulamahla ndenyuka ,yibanam yhini bawo kungacac ukuba ndino thando bkubawo
bendihamba ndedwa nd’nyuki ntaba bendihlek abantu
bendihamba ndedwa nd’nyuki ntaba bendihleba
ndinga thand ukuba
kulamahla ndenyuka ubenothando kubawo
ubenothando kubawo
(verse)
uthando kubawo lubanzi lujule okolwandle amanzi ingxaki zomzwam zindothulis umnqwaz (khanimen) nindibeken emthandazweni (amen) nindibeken emthandazweni (ameni)xa sisonke mamsibambaneni xa sisonke masibambaneni phethi ivangeli hleka neentshab ezingandfateli
(chorus)
umhlawmb ukuba
nding_n_l ithuba kungacac ukuba
kulamahla ndenyuka ,yibanam yhini bawo kungacac ukuba ndino thando bkubawo
bendihamba ndedwa nd’nyuki ntaba bendihlek abantu
bendihamba ndedwa nd’nyuki ntaba bendihleba
ndinga thand ukuba
kulamahla ndenyuka ubenothando kubawo
ubenothando kubawo
كلمات أغنية عشوائية
- odd palace - chemical solution كلمات الأغنية
- dzelzs vilks - pasaules mala كلمات الأغنية
- aleksej (alx) - kommatecken كلمات الأغنية
- walter schreifels - requiem كلمات الأغنية
- francesco curci - la gente che piace كلمات الأغنية
- el impresentable - life skills كلمات الأغنية
- sian phillips - they that have power to hurt, and will do none كلمات الأغنية
- jeans for jesus - seven eleven كلمات الأغنية
- jeff adams and chris mcdonough - memo to the senate كلمات الأغنية
- a$tro (way boto) - les adieux كلمات الأغنية