elgod naledi - gatsura كلمات الأغنية
intro
intando yakho mayenzeke
yenzeke
intando yakho mayenzeke
intando yakho mayenzeke apha emhlabeni, njengoko kusezi’
yheee…
chorus
coz we are ‘bout to run with gods
uuh! run
we’ve gots to run with gods
uuh! run
we’ve gots to run
we’ve gots to run
we’ve gots to run
we’ve gots…
verse 1
chuma mhlaba nam undondle
mayine lemvula nam ndihlambeke, ndibemhle
engqondweni nam mandondleke
mandondleke!
chuma mhlaba nam undondle
mayine lemvula nam ndihlambeke ndibemhle
engqondweni nam mandondleke
mandondleke!
lomhlaba, ayingowethu. bes’dlula ngendlela
baph’na ‘bant’balaph’, baph’na ‘bantu
baph’na bant’ balapha
baph’na bantu, baph’na bantu
lomhlaba, ayingowabo. bebedlula, ngendlela
kukude apho sisuka khona
lomhlaba, siwazi uk’suka nokuhla
lomhlaba ayingowethu
bes’dlula ngendlela
chorus
outro
intando yakho mayenzeke
apha emhlabeni njengoko kusezintliziyweni zabantwana bakho
zabantwana bakho, zabantwana bakho
intando yakho mayenzeke
intando yakho mayenzeke
intando yakho mayenzeke
apha emhlabeni, njengoko kusezintliziyweni zabantwana bakho
zabantwana bakho, zabantwana bakho
كلمات أغنية عشوائية
- metal carter - metalblade freestyle كلمات الأغنية
- waylander - the vernal dance كلمات الأغنية
- 0xy beat$ - söci كلمات الأغنية
- iamsu! - 2x krazy كلمات الأغنية
- ashley kutcher - lust كلمات الأغنية
- blend (columbus, oh) - hear me كلمات الأغنية
- bunder - k.o كلمات الأغنية
- noshboy - cocky كلمات الأغنية
- lee hendrix$on - test sum freestyle كلمات الأغنية
- king crimson - easy money [live in mainz] كلمات الأغنية