dezz - thank you mama كلمات الأغنية
hook
mama you raised a king and i thank you for that
it wasn’t easy but you didn’t give up
now its my time,mama to make you proud
all i can say is
i thank you mama(alright yeah)x8
verse 1
i know ndingumntwana mna ndikhule ndingeva
but wena mama ukwazil’undiqeqesha*xa ndilahlekile nguwe ondibonis’indlela
andfun’noxa ngawe mama mna ndiyaziqhenya
(sing)
bendik’mosha andfun’uz’phika
but wen’ukwazil’undikhulisa
wandfundis’indlel’ophila
i hope uthixo angakugcina
empilwen yam ndisakudinga
enkosi ngento yonke nozidla
hook
mama you raised a king and i thank you for that
it wasn’t easy but you didn’t give up
now its my time,mama to make you proud
all i can say is
i thank you mama(alright yeah)x8
verse 2
makhumalo,mamdletye noyila
ndakthanda mama wam ngaphakathi ndiyakufeeler
you raised me well zazi inkosi wayikhulisa
ngawe ntombi mna ndizongamba isfuba
qond’ba mandibulele ndil’thath’elithuba
ndzofunda ndigqibe mama wena i know uzonc-ma
i will make you proud yeah mama ndiyafunga
(sing)
ndimdal’utata andikamboni
ungumama ungutata uyingelosi
makhumalo mna andixoki
undikhanyisel’indlela sending-yiboni
hook
mama you raised a king and i thank you for that
i wasn’t easy but you didn’t give up
now its my time,mama to make you proud
all i can say is
i thank you mama(alright yeah)x8
كلمات أغنية عشوائية
- dirt poor robins - cry wolf كلمات الأغنية
- yungvicy - lay low كلمات الأغنية
- linquency - super bass ( كلمات الأغنية
- awsomeantwan - showing love كلمات الأغنية
- say drilly - 20 mins كلمات الأغنية
- grace gaustad - colors & shapes كلمات الأغنية
- xuxa - txutxucán كلمات الأغنية
- carbon! (usa) - man كلمات الأغنية
- king bowdie - luv x liv h3r3 كلمات الأغنية
- leio - rien de nouveau كلمات الأغنية