cviper magcoba - my life كلمات الأغنية
start:mic enemiez then,now,forever it years but mality indikhanyisele ngucviper loo oh! madoda my life
chorus:wandinceda mama
wandinceda tata
imality khanyisele x2
verse1:cviper magcoba first i’ve to thank mike mto yiyo endibeke where i wanna be uqala kwam ucula kuqala kwam ukubhekwa zizalama kunye neentsaba besiti ngothanda ispaza mna ndazi bhanxa besiti akhonto ezayi zuza ngocula gqi! imality yandi nika isagweba sobomi yandi nika ixhadi loxhathisa kunga k-mbi xaku nzima ebomini angaze ngizi libale ezomini angaze ngiwa khohlwe loo maputalazo enziwa ngabazali bam besihla benyuka bexela amanzi olwandle kb nina ninnjongo ngam kuna namhlanje inzame zenu zonwabisa nam
chorus:wandinceda mama
wandinceda tata
imality khanyisele x2
verse2:cviper magcoba
zazibhoxa intsaba kuxoxwa ndiyi future ndiyi past ndiyi present yalomculo lomculo ngulo undibeke endaweni lomculo ngulo undenze ndangumntu ebantwini ngangxela phezulu njena ngulo mculo hambela phezula njena ngulo mculo ndinga lali ebusuku njenge d-ck espana ubusuku bonke bandi xabele ewe zizonto zentlalo umbaseli zizinto zendalo yathi imality ukb oko yakwamkela ilizwe nalo lakwamkela
كلمات أغنية عشوائية
- yurro - moje message كلمات الأغنية
- maki (hrv) - dvije strane priče كلمات الأغنية
- trivax - alpha predator كلمات الأغنية
- the fiends - rabbit boy كلمات الأغنية
- wallis - wild flower كلمات الأغنية
- thomas mraz - грустное е*ало (sad face) كلمات الأغنية
- malu (bra) - fake news كلمات الأغنية
- alley goop - melt my eyes كلمات الأغنية
- ben visini - opening كلمات الأغنية
- ynkeumalice - faux fur coat (introlude) كلمات الأغنية