caiphus semenya - ndi-phendule كلمات الأغنية
[verse 1: letta mbulu & caiphus semenya]
hela mmanyeo
hela ngwaneso
ke khale ke kokota monyako
dintho di tla loka neng?
ke o tjheketse sediba
se ke lemile le masimong
khomo di tletse sakeng la ntate
dumela ho ba moratuoa
thula ndivile mfowam’
sukundixhesha, ndinik’ ixesha lokucinga
sukunxama, baby wam’
thula ndivile!
njengelanga empumalanga
litshon’ entshonalanga
isithembiso sam’ sobanjalo
thula ndivile!
[chorus]
ndiphendule, ndiphendule
ndiphendule, ndiphendule
ndiphendule
(nd’zak’phendula)
ndiphendule, ndiphendule
(nd’zak’phendula)
ndiphendule
[verse 2: letta mbulu & caiphus semenya]
uthando lwam’ lolwakho
bendi’ba uyayazi lonto
kodw’ umendo unzima
umendo uyandingcangcazelisa
matsatsi a re sia
ha le tjhaba botjhabela
ha le wela, le subetje
nako ha e emele nna le wena
ke dumellana le wena
ke nnete, nako ha e emele motho
empa lenyalo ha se papadi
jonna basadi! ke tla thusoa ke mang?
thembi mntakwethu
ke tla o ahela motse o motle
re fumane bana
diponono dikoti marameng
[chorus: letta mbulu & caiphus semenya]
ndiphendule
(nd’zak’phendula)
ndiphendule, ndiphendule
(nd’zak’phendula)
ndiphendule, ndiphendule
(nd’zak’phendula)
ndiphendule, ndiphendule
(nd’zak’phendula)
ndiphendule, ndiphendule
he! mntakwethu, khaund’phendule bo!
ndiphendule, ndiphendule
(nd’zak’phendula)
ndiphendule, ndiphendule
haibo! nngwaneso, o ko nkarabe
ke batla ho ba mokhwenyana haeno
ndiphendule, ndiphendule
ke tla o araba
كلمات أغنية عشوائية
- zayion mccall - 313 كلمات الأغنية
- the notorious b.i.g. - spit your game كلمات الأغنية
- thousand foot krutch - honest كلمات الأغنية
- swans - cloud of unknowing كلمات الأغنية
- 3c live - send your rain كلمات الأغنية
- exile tribe feat. dimitri vegas & like mike - higher ground كلمات الأغنية
- biollo feat. sofia oliveira - como seria كلمات الأغنية
- veela - i remember you كلمات الأغنية
- ricardo arjona - acústico كلمات الأغنية
- dj tiesto - summer nights كلمات الأغنية