busta 929 - ndiphe كلمات الأغنية
ndiphe lyrics
m’na ndifuna wena wedwa
dali ndifuna wena wedwa
ntombi ndifuna wena wedwa
uthand’ olubanzi
m’na ndifuna wena wedwa
dali ndifuna wena wedwa
ntombi ndifuna wena wedwa
uthand’ olubanzi
lendaba ndakuxelela yona
kulo nyak’ oqhithi leyo
zang’ uyinake
ngizocel’ uthando, nenhliziyo
ndiphe, ndiphe
ndiphe lenhliziyo yakho
ndiphe, ndiphe
ndiphe lenhliziyo yakho
ndifun’ indawo yokufudumala
ndibona yona, ndiphe
ndifun’ indawo yokufudumala
ndiphe, ndiphe
ndiphe, ndiphe
ndiphe lenhliziyo yakho
ndiphe, ndiphe
ndiphe lenhliziyo yakho
ndifun’ indawo yokufudumala
ndibona yona, ndiphe
ndifun’ indawo yokufudumala
ndiphe, ndiphe
ndiphe, ndiphe
ndiphe lenhliziyo yakho
ndiphe, ndiphe
ndiphe lenhliziyo yakho
ndifun’ indawo yokufudumala
ndibona yona, ndiphe
ndifun’ indawo yokufudumala
ndiphe, ndiphe
m’na ndifuna wena wedwa
dali ndifuna wena wedwa
ntombi ndifuna wena wedwa
uthand’ olubanzi
m’na ndifuna wena wedwa
dali ndifuna wena wedwa
ntombi ndifuna wena wedwa
uthand’ olubanzi
kudala, kudala
kudala, kudala
كلمات أغنية عشوائية
- joey alberona - armor of the heart كلمات الأغنية
- luvxp - silver/rust كلمات الأغنية
- pori - bruja escarlata كلمات الأغنية
- sh!n - vyvody كلمات الأغنية
- antwan eilish - all yours كلمات الأغنية
- mda & cessabit - resident evil 2020 كلمات الأغنية
- burry soprano - paranoya كلمات الأغنية
- nathan evans - driving home for christmas كلمات الأغنية
- carl perkins - i'm walkin' كلمات الأغنية
- squealer - left bleeding (by love) كلمات الأغنية