bravo le roux - emlanjeni كلمات الأغنية
ekse, ndakusendela imessage nge new year and you never replied
i hope usaspanisa la number iyi one, la 0765
nday’faka ku archive ndayi mute then ndafihl’ iprofile
cause andiqondi ndinga grand if ndingabon (upost’) enye ibharu ekutholayo
if ukhona umjita okhoyo, i hope ukukhumbuza mna oko
andiz’shayi sidibane eroundini, ezi laaitie zisithi usi stoko
bendikhe ndacinga (nothi) gqi pha kuwe qha ekse andikabi na moto
but ilicense ndizoyihlanganisa soon, suwara ndizozok’bon’ oko
yazi la panty nalama cici ndisawagcinile
ndimane ndiyikroba ewordophini xa ndikucingile
and iihoody zam ezikuwe zinganxitywa ngama amadodakho
n0ba sendicishilе
ke ngoku xa sidibana in0ba uzondi ringela inyani?
ubutyisa bani?
ubuncinza bani then uyе wa cheat’elwa bani?
esa skirt ndisincanywayo ngoku usinxibela bani?
ela cango lisokolisayo lona ubulitixelwa ngubani?
ndikubonile ubukwi date, ubusitya nabani?
you moved out uyazihlalela, irent uyi split’a nabani?
bendicela undiringel’inyani
after bevile sohlukene ubu dm’wa ngubani?
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
uzong’thola ng’bhlom’ emlanjeni, sthandwa sam
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
uzong’thola ng’bhlom’ emlanjeni, sthandwa sam
hay’ asoze
hay’ asoze
hay’ asoze ndiphel’ amandla
hay’ asoze
hay’ asoze
hay’ asoze ndiphel’ amandla
hay’ asoze
hay’ asoze
hay’ asoze ndiphel’ amandla
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
uzong’thola ng’bhlom’ emlanjeni, sthandwa sam
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
ha nd’zok’thol’ emlanjeni
uzong’thola ng’bhlom’ emlanjeni, sthandwa sam
كلمات أغنية عشوائية
- furkan - tell me كلمات الأغنية
- gone_5zwt_009c - casa de fuego كلمات الأغنية
- vanguart - the last time i saw you (live 2009) كلمات الأغنية
- lil kydd - chiptune euphemism كلمات الأغنية
- zayn - no type (remix) كلمات الأغنية
- heinz rudolf kunze - ich möchte anders sein كلمات الأغنية
- pillath - marschmusik part 3 كلمات الأغنية
- the next step - animals كلمات الأغنية
- timothy auld - get back into my car كلمات الأغنية
- tommy gunz - morgue freestyle كلمات الأغنية