bongeziwe mabandla - ndanele كلمات الأغنية
Loading...
andikwazukulibala
konke ekwenzekileyo
‘phila ndikhangelwa kulul’ undishiya
kungekho muntu’ndinaye
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ngob’uthando lwakho
lungandenza ndonele
uthando lwakho lungandenza
ndonele
n0ba sendilahlekile soz’uye
‘kundikhangela
undifuna ndifumane
akukho ukuphila
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ngob’uthando lwakho
lungandenza ndonele
uthando lwakho lungandenza
ndonele
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ndenze ndenze ndonele
ngob’uthando lwakho
lungandenza ndonele
uthando lwakho lungandenza
ndonele
كلمات أغنية عشوائية
- big mommas house - love's not love كلمات الأغنية
- 6t9 - i cry كلمات الأغنية
- dillinger escape plan with mike patton - when good dogs do bad things كلمات الأغنية
- darlene zschech - great is the lord كلمات الأغنية
- jhene featuring lil fizz of b2k - sneaky كلمات الأغنية
- drivin rain - like a train كلمات الأغنية
- julianne hough - jingle bell rock كلمات الأغنية
- drivin rain - the rains coming down كلمات الأغنية
- julianne hough - rockin' around the christmas tree كلمات الأغنية
- julianne hough - santa baby كلمات الأغنية