
bongeziwe mabandla - isiphelo (#untitled) كلمات أغنية

[verese 1]
ekugqibileni kwento yonke
m’na ndisakuthanda
n0ba asisekho kunye
lontw’ayitheth’ukuba sendalibala
[chorus]
amaxesha ami nawe
thina sobabini
iminyanga eyadlula
dlula ndihleli nawe
[verse 2]
mandibulele ng_nt_ yonke
ondenzele yona
m’na ndilingqina
lentliziyo yekh’ welungile
ndiyak’ khumbula
ndiyak’ khumbula
ndiyak’ khumbula
ndiyak’ khumbula
[chorus]
amaxesha ami nawe
thina sobabini
iminyanga eyadlula
dlula ndihleli nawe
[outro]
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
كلمات أغنية عشوائية
- dom sharpe - hard to accept كلمات أغنية
- ouuflyy, yunggatti - bist du meins كلمات أغنية
- fancci - poussière d'étoile كلمات أغنية
- bobae - use me كلمات أغنية
- tasoeur - lcdlc كلمات أغنية
- hollyrod - remembering holly: ricky rhymes كلمات أغنية
- swandive (ca) - yellow light كلمات أغنية
- anjulie - smile كلمات أغنية
- laura canales - midnight blue كلمات أغنية
- tofiq hasansoy - sən mənim nəfəsimsən كلمات أغنية