kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

bongeziwe mabandla - intro كلمات أغنية

Loading...

kwezo khahlamba, ph_sh_ya kwemifula
phezulu encochoyini, ezintabeni ezingcwele
kulapho endandihleli khona
yima kulo ndawo ukhwaze igama lakhe

wombona
wombona, wombona
wombona
wombona, wombona

kodwa hamba
nants’ indlela hamba
indlela hamba
nants’ indlela hamba

kodwa hamba (andinayo)
nants’ indlela hamba (enye indawo)
indlela hamba (bawo, endingaya kuyo)
nants’ indlela hamba

kodwa hamba (ndivulele ndingene)
nants’ indlela hamba
indlela hamba (ukuze nam ndide ndibone)
nants’ indlela hamba
kodwa hamba
nants’ indlela hamba
indlela hamba
nants’ indlela hamba

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغنية الشائعة حالياً

Loading...