bhut'legend - niyafana كلمات الأغنية
kaka ziyaama undokhela but i still andokheleki
still mna andiqhekeki, still mna andiqheleki
still nina anisebenzi , as diplaza mna ndandirappa enyweni
xazitsala faki inyawo intanyeni
khale igaxo xabe sithi azikhale
andino leggy lo bamazele ekuqaleni
baxelele mabaphume emagqaleni
oko nditrappa kwesi sizwe sikangcaleka
ubakhuze bangalinge bandiqale
if uyathetha ndizodinga ungqale
if uyathetha andzuk’linda ubundiqale
funi porshe bethi ihashi liphale
ityatyambo got it tatted emqaleni
uyanditatsha ndifika kwingoma zitsale x2
yeah
ndiyamkhumbula babesithi ndingulwatha
zange ndithethe bra ndaphola ndaphanda
zange ndithethe bra ndaphola ndispana
qhumi thesho into ezibu marikana
never missing okokoko ndiyachana
ingxak yenu nina rappers niyafana
ufuna le yenziwa lowana
كلمات أغنية عشوائية
- ga%c2%a5te - margit hjukse كلمات الأغنية
- ga%c2%a5te - kara tu omna كلمات الأغنية
- ga%c2%a5te - jygri كلمات الأغنية
- ga%c2%a5te - fredlysning كلمات الأغنية
- gyroscope - fire away (live) كلمات الأغنية
- hall tom t - the year that clayton delaney died كلمات الأغنية
- gym class heroes - decrepit bricks كلمات الأغنية
- haluk levent - mektup كلمات الأغنية
- halo - the vampire song كلمات الأغنية
- gym class heroes - 2nd period: shoot down the stars كلمات الأغنية