berita - siyathandana كلمات الأغنية
[verse 1: berita]
qa ebizwa amagama ethu ezulwini
zoba seqaleni kwakho
xakufika imini yokugqibela, zoba seqaleni kwakho
nasemnqamlezweni
hlal’ uyazi zoba seqaleni kwakho
hlal’ uyazi, eqaleni kwakho
[chorus: berita]
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ sikunye, yeah
till the end, yeah
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’
till the end, yeah
[verse 2: amanda black]
ungowokuqala endicinga ng_ye
ngolwesibini, ndadibana naye
ngoku mathathu amazwi endinawo
ngolwesine, ngolwesihlanu, ndingowakho
nguwe olawula ingqondo yam’ (nguwe olawula ingqondo yam’)
iyo waphola umphemfulo wam’ (iyo waphola umphemfulo wam’)
wandiphandla amehlo am’ (wandiphandla amehlo am’)
tsho yaxola inhliziyo yami, yeah, eh
[chorus: berita & amanda black]
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ sikunye, yeah
till the end, yeah
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ u_baby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ sikunye yeah
till the end
till the end
[bridge]
كلمات أغنية عشوائية
- grand magus - son of the last breath كلمات الأغنية
- gdp - the art of blowing glass vs the act of breaking it كلمات الأغنية
- rehasher - every little war كلمات الأغنية
- mc rene - ein anderer ausflug كلمات الأغنية
- rako - kopf hoch كلمات الأغنية
- charlie straw - st. ives كلمات الأغنية
- the king khan & bbq show - shake real low كلمات الأغنية
- digital ivan - свыня (svynya) كلمات الأغنية
- olivia lilac - fame كلمات الأغنية
- kb - heart song كلمات الأغنية