
berita - ndikhawulele كلمات أغنية
[verse 1]
ndijonge emehleni
thetha ndimamele
uziva njani naa?
uziva njani ngam?
bambisandla sam
sondela uduze
uzivha njani naa?
uzivha njani ngam?
[chorus]
ndikhawulele
ndikhawulele
ndixelele
[post_chorus]
uzivha njani na?
uzivha njani ngam?
usandithanda?
usandithanda na?
ngabe, usandithanda?
usandithanda na?
[verse 2]
ndiza kuwe ndimsulwa
bona nanga amanxeba am
enhlizweni yam kusobabala
kukhala esakho isiginci
ebumnyameni, ekukhanyeni, soze ndijike
[pre_chorus]
ukuba ndizivha njani na aa
ndizivha njani ngawe
ndisakuthanda
ndisakuthanda aaa
ndisakuthanda
ndisakuthanda aaa
[chorus]
ndikhawulele
ndikhawulele
ndixelele
[post_chorus]
ukuba uzivha njani naa?
uzivha njani ngam?
usandithanda?
usandithanda na?
usandithanda?
usandithanda na?
ingabe, usandithanda?
usandithanda na?
usandithanda?
usandithanda na?
uzivha njani na
uzivha njani ngami?
uzivha njani na?
uzivha njani ngami?
[chorus]
ndikhawulele
ndikhawulele
ndixelele
[post_chorus]
ukuba uzivha njani naa
uzivha njani ngam
uzivha njani na
uzivha njani ngami
uzivha njani na
uzivha njani ngami
[outro]
uuuuu uuuu uuuu
uuuuu uuu uuuu
كلمات أغنية عشوائية
- skankin pickle - silly willy كلمات أغنية
- singled out - and i just want كلمات أغنية
- volcano - pine cone كلمات أغنية
- von tae - another pretty face كلمات أغنية
- vortex - creation كلمات أغنية
- sinead quinn - overkill كلمات أغنية
- waka flocka flame - i got em كلمات أغنية
- six hung sprung - ignorance of youth كلمات أغنية
- sammy hagar - not going down كلمات أغنية
- wailers - brand new second hand كلمات أغنية