kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ami faku - ubuhle bakho كلمات الأغنية

Loading...

[verse 1]
uyabona ndinovuyo
xa ndibon’ubuso bakho
ndibulel’umdali ngondipha wena
ndize ngobuhle nangozithoba
ndithembe,ndiyacela andisoze ndik-moshe

[chorus]
ubuhle bakho bobegolide kukhanya konke xa ukhona
ubuhle bakho bobegolide kukhany’amehlo xa ukhona

[verse 2]
ndikhe ndicinge ukub’uzondishiya
uphinde kwawena undithande
ndizive ndisithi “ulubambo lwami”
ndohlala ndifuna wena

[chorus]
ubuhle bakho bobegolide kukhanya konke xa ukhona
ubuhle bakho bobegolide kukhany’amehlo xa ukhona

aaaaah ooooh
ubuhle bakho bobegolide kukhanya konke xa ukhona
ubuhle bakho bobegolide kukhany’amehlo xa ukhona

andiphinde ndijike baby
ndok’thanda kuyophel’imini
andiphinde ndijike baby
ndok’thanda kuyophel’imini

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...