amanda black - hamba كلمات الأغنية
ndinxane luthando
ndinxane lithemba
ndifuna konke okusentlizweni yam
there’s so much i wanna see
there’s so much i wanna be
i wanna be at peace
emphemfumlweni wam
ndifun uxolo
ndinik uxolo
ndifun ubheka phambili
ndifun ubheka phezulu
ndifun ubheka phambili
ndifun ubheka phezulu
hamba bhekile
musuhlala ndawonye
hamba bhekile
usukuhlala ndawonye
ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh
ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
ndinxaniwe ndifun ukusela
lomini iyeza nak-m
nakuwe, nakuwe
bhath’ ivili liyajikeleza
it doesn’t have to be for the worst
day by day sophela amandla
bambelela sana
uzoybon indlela
zulu liyavuleka
keep on pushing through
maninzi amathuba
and you know what to do
xakufik ukukhanya
yiba nomonde
yiba nethemba
yiba nomonde
yiba nethemba
hamba bhekile
musuhlala ndawonye
hamba bhekile
musuhlala ndawonye
ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh
ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
ndinxaniwe ndifun ukusela
كلمات أغنية عشوائية
- il muro del canto - ciao core كلمات الأغنية
- mojo nixon - shane's dentist كلمات الأغنية
- kevin george - everybody lies كلمات الأغنية
- daddy lord c - fais-le bien كلمات الأغنية
- acollective - i can't كلمات الأغنية
- benjamin tod - i will rise كلمات الأغنية
- il muro del canto - la terra è bassa كلمات الأغنية
- reptilian god mana - iswear كلمات الأغنية
- this glass embrace - playing for sympathy كلمات الأغنية
- 6ix9ine - shinigami pt. 2 كلمات الأغنية